Watch and Download Music Video



Download this video

Vote For This Song

Lyrics

Ifani - Ewe Xhosa Lyrics


(verse 1)

iFani...hay'mani

Ndispana gqith', soloko ndime nkQo

imal' ay'thi gQi, soloko ime nkQo

maji-ta kuthen' nindicrebhisa Qho?

Ndiswiti ingath' yiPoetry kaNkQo

Ndi-mix-eni nam, njengomphokoQo

ayek'uginy'amathe uQhoQhoQho

ndiphupha ngemali ndiy'bala Qho

ndileli k'lo matrass undiphul'umQo-lo

ha ni- ha nivalela mna Qha?

why? indim lo niman'umQha-tha

and'kwaz' nobamb'inQa-tha

xa ndizama niyandinQa-nda

ngeba ndiya-perform-a nam Qha

niyand'jaivisa nind'phulis'isinQa

niyand'dlalisa nind'tsibisa ugQabs

ningamakhasi nind'dlalis'unjiQa

kuthen' lemali niyibambe nkQi?

niyand'bawisa nind'ginyis'ingwiQi

niyand'hambisa nind'nyukis'isiginQi

niyand'jimisa nind'khuph'imikhinQi

ninez'kelem ez'vela zithi gQi

umoy'awuphuki soze athi Qhwi

anibon' ba ndiyez' anaziv'iz'gingQi?

kum uHay'akasebenzi ngcono uzame uEWE

Chorus:

EWE...EWE....EWE....EWE.. (repeat)

(verse 2)

ssshhh...wa rasa my blah

hao bone ke busy ka spane my blah

bo-na kea rhyma my blah

haa, and ke tshwere ke bla-dder

sheba nou go metsi my blah

ha le tsebe ha kena blood-i

i mean, ha kena Madi

ke e batlela le bese, ke shebile bla (bra)

haa...bona le Thosa (Xhosa) lako bla-wa (New Brighton, PE)

ha le bone bom'rapper le bli-nd

sesotho kea seravaza setswana kea seravaza kea kea seravaza ke bla bla bla...etc

yah, and ke sky-blue, hello hi high ea ke sky-blue

wena o stuck ogatakile glue?

kum uHayi akasebenzi ngcono uzame uEWE

Chorus:

EWE...EWE....EWE....EWE.. (repeat)

(verse 3)

izaph' phirwirwi pharwoo, phanQah

ufane waz'fihla ndizokubhaQa

ndizok'xhwakrel' andonqen'ugaQa

nditeketis'imali, imali nd'zoyibhaQa

ndigula ngayo indenz'iqhenkQe

but ayindifuni ifuna ndiyileQe

and'sadinwang' ifuna ndiyileQe

and ngeba ndiyay'yeka Qha ndineqhenkQe

hay, lomsebenzi liyelekenkQe

izongen'intsokolo ithi gelekeQe

kuphel'iFocus k'phel' isgelekeQe

kuphele isonka, kuphel'ujeQe

mna ndiyabetha, ndithi ndiyabhuQa

but le-industry inkulu, ngoku ndiyagunQa

ababantu bazitsal'inyawo ziyakrhuQa

kum uHayi akasebenzi ngcono uzame uEWE

Chorus:

EWE...EWE....EWE....EWE.. (repeat)

 


Songwriters

St Bosseratti, iFani

Bookmark

You may also like...



Mobile Site

To view this page on the Malawi-Music.com mobile site Click here

Review

Download Ewe by Ifani

Comments
Hits 11358 Plays. | 353 Downloads.
Beats By Bosseratti Vol.1 Songs Pitch Black Afro - Zonke Bonke (Prod. By St Bosseratti & The Cichlids) »

LIKE MALAWI-MUSIC ON FACEBOOK

FOLLOW MALAWI-MUSIC ON TWITTER